Gulwa azifunyanwa ngabusuku
isahluko
unyana kamlanjeni
eqhutywa ngemivalo
kuzanyelwa
isiqinisekiso sokufundisa
akamfuzanga
wayemkhanyela
ngesimilo
wayelityendye
elikhululeke
engakhethi
sasiwuxakekisa
exakanisiwe
anyanzeleke
kugoduka
wayethe cwaka
kuzivala
babesebefundisa
inkoliso yabo
yayisel'inabo
oondofanaye
wayekhangeleka
ekhathazekile
ecinga nzulu
kwintwanazana
wayesel'esebenza
engunobhala
ongumgcini-ncwadi
awayeyifumana
kangangokuba
ukumnyanzela
bancedisana
besakha umzi
wayengumhlobo omkhulu
nayimveku
ababehlasimliswa
 ngeeholide  zobusika
wasala elilolo
xhalana
aphelelwe bubuthongo
wayencedakala
wayezithela kuwo
kungabikho
thuba
eyayifunyenwe
sekulithuba
andiboni nanye ibuya
kumhlophe kum
ubusabanjezelwe
ndingakufihleli
ndiyaqonda
wokhumbula
ndikwazisa
ngaphandle kwamathandabuzo
woyiva
wakubuya
hlala usazi
ndizimisele
wandicela
andayiphendula
xa ucinga
masiqhube njani
azisahambi
wayeyiphinda-phinda
izihlandlo ezithathu
kunazo zonke
yayithwele lukhulu
utata uya kuthini
emgxeka
ngesingqala
kwavakala
kwahlekwa
ababelapho
ontetho
xa ekuxelela
eza kwahlukana
neentokazi zakhe
ndiyayiyeka
ingekazibiki
 ukupakisha 
kwisidlo sangokuhlwa
ezinto ezinokubafikisa
kowabo
ngemini elandelayo
ngorhatya
ngentseni
sebemile
oodula dula
bebheka
etshisa
ngxi
limlindile
ade ehle
limgoduse
yayisaziwa
elalini
lalisekelwe
ntsomi
elalimendu
anganakulibaleka
nakangaphi
ephemba imililo
ngolwimi lwakhe
kutshabalaliseke
ayesele ekho
amarhe
ayiyodwa
wayeye kusindisa
angadibani
gqiyazana
ekucaca
imhlalele
ngokumtyhefa ingqondo
manqatha
ndawafumana ngobusuku
kuyasetyenzwa
bengqinelana
nje esihla
emazantsi  edolophu 
wafa namthanyana
waphindela
iinjongo zakhe
 yimoto 
iinyembezi
ngesiqingatha
emva kwentsimbi yesine
engakhange
wayenethemba
nakanjani
kumzimela
kumbulisela
eqinisekile
ongumza
kungokuhlwa
yayihlalelene
wayengavumisanga
ngokwezolo
ajonga jonge phandle
ulinde ntoni
ngandawo
kwasa gede
wathatyathwa
intwana ntwana
eyimvuze mvuze
nohlobo lomdiza
awuthandayo
wayebasele
exakiwe
zizibele
kwezishushu izandla
wayepheke
 wayebhake 
ukwamkela
kwancokolwa
oyena ndoqo
yayikukuba
ndidiniwe kukupheka
ndaluphele
zizicaka
azazi nto
wala maqatyana
wemimangaliso
wayeyazi
lahlekwa
phupha
lukhwekhwe lwexhwili
wayembonisa
izinto ezenziweyo
wamsa kwisitiya
ngolwemivundla
nasebuhlanti
nomzuzu
abe yedwa
acinge ngendlela
awayengabona
wayemthe mba
andiyi kubadanisa
yayizingcinga
kubuyiwe
kwelaa lethu igumbi
 ifestile  engena umoya
uza kuyilungisa
ungenwe yingqele
kwanqunjanwa
kumgqogqa iindlebe
angaphindi
nanto yakwenza
ukhe wayiva
kwammelwane
iyakrokreleka
yiphi mama
ekriphukile
ngelibandayo
uqinisekile
ukhe akubhalele
esi siqingatha
andikhange
undibhalele
kwada kwakathathu
wachaphazela
ukungaphili
akaphuhlisanga
ulirhuqele phantsi
nasixhekelana
ndifuna uzeke
awunanto ibilapho
oyicinga
sendiyisebenze
ngengqondo
ngumabani yona
enxibe ezokulala
uyafundisa
isithomo
ndiqondisise
esalatha
yayikhangeleka ngcono
ungumza
ungumongikazi
bancedisana
andimjongi
ndingamcingeli
angumkhenkce
umza lo wayo
ayinakulunga
kusempelazwe
ukuqhakamshelana
ababhadlileyo
nibuye naye
kuwuzalisa
ilula
kunkunkuthelwe
unexhala
wayemcinga
esazula-zula
umnakwabo
bancokola
ncwadana ithile
 epokothweni 
umgca wamnye
waqhawula
walifaka  emvulophini 
ayinike
selelungiselela
wamnika
wayemcelile
ngethuba langokuhlwa
wakhawulezisa
elo dinga
kananjalo
wakhululeka
ngecala
lentsimbi yesibhozo

